Uyohane 18:21 XHO75

21 Yini na ukuba ubuze kum? Buza kwabo bayivileyo into endayithetha kubo; uyabona, aba bayakwazi oko ndakuthethayo.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 18

imbono Uyohane 18:21 kwimeko