Uyohane 18:25 XHO75

25 Ke kaloku uSimon Petros wayemi esotha; bathi ngoko kuye, Ingaba nawe ungowabafundi bakhe yini na? Wakhanyela yena wathi, Andinguye.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 18

imbono Uyohane 18:25 kwimeko