Uyohane 19:19 XHO75

19 Ke kaloku uPilato wabhala nombhalo, wawubeka phezu komnqamlezo. Kwaye ke kubhaliwe kwathiwa: UYESU WASENAZARETE, UKUMKANI WAMAYUDA.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 19

imbono Uyohane 19:19 kwimeko