Uyohane 19:24 XHO75

24 Atshono ngoko ukuthi, Masingayikrazuli, masiqashise ngayo ukuba yoba yekabani na; ukuze isibhalo sizaliseke esithi,Babelana ngeengubo zam,Benza amaqashiso ngesambatho sam.(INdum. 22:18)Amasoldati ke ngoko azenza ezi zinto.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 19

imbono Uyohane 19:24 kwimeko