Uyohane 19:38 XHO75

38 Ke kaloku emveni koko, uYosefu waseArimati (engumfundi kaYesu, ke enguye ngokufihlakeleyo ngenxa yokoyika amaYuda), wacela kuPilato, ukuba awususe umzimba kaYesu. Waza uPilato wavuma; weza ke wawususa umzimba kaYesu.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 19

imbono Uyohane 19:38 kwimeko