Uyohane 19:4 XHO75

4 Wabuya ngoko waphuma phandle uPilato; athi kubo, Yabonani, ndimzisa phandle kuni, ukuze nazi ukuba andifumani nalinye ityala kuye.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 19

imbono Uyohane 19:4 kwimeko