Uyohane 20:1 XHO75

1 Ke kaloku, ngolokuqala usuku lweveki, kuza engcwabeni uMariya waseMagadala kusasa, kusentsundu, alibone ilitye lisusiwe engcwabeni.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 20

imbono Uyohane 20:1 kwimeko