Uyohane 20:19 XHO75

19 Kwakuhlwa ngoko, ngolokuqala usuku lweveki, zakubon' ukuba iingcango zivaliwe, apho babehlanganisene khona abafundi, ngenxa yokoyika amaYuda, wafika uYesu wema phakathi, wathi kubo, Uxolo malube nani. Akutsho, wababonisa izandla necala lakhe.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 20

imbono Uyohane 20:19 kwimeko