Uyohane 20:24 XHO75

24 Ke kaloku uTomas, omnye kwabalishumi elinababini, okuthiwa nguDidimo,* wayengenabo oko wafikayo uYesu.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 20

imbono Uyohane 20:24 kwimeko