Uyohane 21:23 XHO75

23 Laphuma ngoko eli lizwi, laya kubazalwana, ukuba loo mfundi akayi kufa. Waye uYesu engatshongo kuye ukuthi, Akayi kufa; wathi, Ukuba ndithi ndithande ukuba yena ahlale ndide ndifike, iyini na loo nto kuwe?

funda isahluko epheleleyo Uyohane 21

imbono Uyohane 21:23 kwimeko