Uyohane 3:16 XHO75

16 Kuba wenjenje uThixo ukulithanda kwakhe ihlabathi, ude wancama uNyana wakhe okuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuye bangatshabalali, koko babe nobomi obungunaphakade.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 3

imbono Uyohane 3:16 kwimeko