Uyohane 4:27 XHO75

27 Kwathi kwangoko bafika abafundi bakhe, bamangaliswa kukuba athethe nomntu oyinkazana; noko ke akubangakho namnye owathi. Ùfuna ntoni na? nowathi, Yini na ukuba uthethe nayo?

funda isahluko epheleleyo Uyohane 4

imbono Uyohane 4:27 kwimeko