Uyohane 4:5 XHO75

5 Ifike ke emzini welamaSamariya ekuthiwa yiSikare, kufuphi nomhlaba awathi uYakobi wawunika uYosefu unyana wakhe.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 4

imbono Uyohane 4:5 kwimeko