Uyohane 5:16 XHO75

16 Ngenxa yoko ayemtshutshisa uYesu amaYuda, afuna ukumbulala; ngokuba wayesenza ezo zinto ngesabatha.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 5

imbono Uyohane 5:16 kwimeko