Uyohane 5:19 XHO75

19 Waphendula ngoko uYesu, wathi kuwo, Inene, inene, ndithi kuni, UNyana akanakwenza nto ngokwakhe, engathanga abone uYise eyenza; kuba izinto asukuba ezenza yena, ezo uyazenza uNyana kwangokunjalo;

funda isahluko epheleleyo Uyohane 5

imbono Uyohane 5:19 kwimeko