Uyohane 5:24 XHO75

24 Inene, inene, ndithi kuni, Lowo ulivayo ilizwi lam, akholwe ngulowo wandithumayo, unobomi obungunaphakade; akezi ekugwetyweni; uphume ekufeni, wangena ebomini.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 5

imbono Uyohane 5:24 kwimeko