Uyohane 5:30 XHO75

30 Mna ngokwam andinakwenza nto; njengoko ndivayo, ndìgweba ngako, nomgwebo wam ububulungisa; ngokuba andifuni kuthanda kwam, ndifuna ukuthanda kukaBawo owandithumayo.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 5

imbono Uyohane 5:30 kwimeko