Uyohane 5:36 XHO75

36 Mna ke ndinabo ubungqina obungaphezu kobukaYohane; kuba imisebenzi awandinikayo uBawo ukuba ndiyifeze, yona le misebenzi ndiyenzayo mna, iyangqina ngam, ukuba uBawo undithumile.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 5

imbono Uyohane 5:36 kwimeko