Uyohane 6:27 XHO75

27 Musani ukusebenzela ukudla okutshabalalayo; sebenzelani ukudla okuhlala kuse ebomini obungunaphakade, aya kunipha kona uNyana woMntu; kuba uYise uThixo utywine waqinisela yena lowo.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 6

imbono Uyohane 6:27 kwimeko