Uyohane 6:31 XHO75

31 Usebenza ntoni na? Oobawo bethu bona badla imana entlango, njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Wabanika isonka siphuma ezulwini, ukuba badle sona.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 6

imbono Uyohane 6:31 kwimeko