Uyohane 6:45 XHO75

45 Kubhaliwe ebaprofetini kwathiwa, Baye bonke beya kuba ngabafundiswa bakaThixo; bonke ngoko abathe beva kuBawo, bafunda kuye, bayeza kum.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 6

imbono Uyohane 6:45 kwimeko