Uyohane 7:1 XHO75

1 Emveni kwezi zinto, wayehamba uYesu kwelaseGalili; kuba ebengathandi ukuhamba kwelakwaYuda; ngokuba amaYuda ebefuna ukumbulala.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 7

imbono Uyohane 7:1 kwimeko