28 Wadanduluka ke ngoko uYesu, efundisa etempileni, wathi, Nina niyandazi, nikwazi nalapho ndivela khona; andizanga ngokwam; uyinyaniso owandithumayo, eningamaziyo nina.
funda isahluko epheleleyo Uyohane 7
imbono Uyohane 7:28 kwimeko