Uyohane 7:39 XHO75

39 Oku wakutsho ke ngaye uMoya, ababeza kumamkeliswa abo bakholwayo kuye; kuba ebengekamkelwa uMoya oyiNgcwele; ngokuba uYesu ebengekazukiswa.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 7

imbono Uyohane 7:39 kwimeko