19 Bathi ngoko kuye, Uphi na uYihlo? Waphendula uYesu, wathi, Anindazi mna; animazi noBawo. Ukuba benindazi mna, ninge nimazi noBawo.
funda isahluko epheleleyo Uyohane 8
imbono Uyohane 8:19 kwimeko