Uyohane 8:24 XHO75

24 Ndatsho ngoko kuni ukuthi, Niya kufela ezonweni zenu; kuba ekubeni nithe anakholwa ukuba ndinguye, niya kufela ezonweni zenu.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 8

imbono Uyohane 8:24 kwimeko