Uyohane 8:39 XHO75

39 Aphendula athi kuye, Ubawo thina nguAbraham. Athi kuwo uYesu, Ukuba nibe ningabantwana baka-Abraham, ninge niyenza imisebenzi ka-Abraham.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 8

imbono Uyohane 8:39 kwimeko