Uyohane 9:15 XHO75

15 Babuya ngoko ke bambuza nabaFarisi, ukuba útheni na ukuba abuye abone. Wathi ke yena kubo, Ubeké udaka emehlweni am, ndaza ndahlamba; ndiyabona ke.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 9

imbono Uyohane 9:15 kwimeko