Uyohane 9:22 XHO75

22 Batsho abazali bakhe, ngokuba babesoyika amaYuda; kuba amaYuda abeselenqophisene ngokuthi, Ukuba uthe umntu wamvuma ukuba nguKristu,* aze akhutshwe esikhungwini.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 9

imbono Uyohane 9:22 kwimeko