Uyohane 9:24 XHO75

24 Ambiza ngoko okwesibini umntu obeyimfama, athi kuye, Zukisa uThixo; siyazi thina ukuba lo mntu ungumoni.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 9

imbono Uyohane 9:24 kwimeko