14 Kutheni abantu ubafanisa neentlanzi?Ngani kuwe babe njengezinambuzane ezingenamlawuli?
15 Kaloku xa bebonke amaKalediOkanye “amaBhabheli” abatsala ngehaki;ewe, ababambisa ngomnatha.Nango ebaqokelela ebarhuqa,nto leyo iwavuyisa ngochulumacho.
16 Loo mnatha ke awenzela amadini,umnatha otsalwayo awenzele isiqhumiso.Kaloku ethe gcobho nje, ngulo mnatha;ngenxa yawo atya ooni nooni.
17 Ngaba ohlala eqongqotha umnatha,etshabalalisa izizwe engenalusini?