Uhagayi 1:12 XHO96

12 Ke kaloku uZerubhabheli unyana kaShelatiyeli, nombingeleli omkhulu uYeshuwa unyana kaYozadaki, nabo bonke abantu abangamasalela, bawuthobela bawenza umyalelo *kaNdikhoyo uThixo wabo, ngokwamazwi *omshumayeli uHagayi.

funda isahluko epheleleyo Uhagayi 1

imbono Uhagayi 1:12 kwimeko