Uhagayi 1:6 XHO96

6 Nihlwayela kakhulu, kodwa nivune kancinane; ewe, niyadla, kodwa ningahluthi; niyasela, kodwa ninganeli; niyambatha, kodwa ningafudumali; niyaphangela, kodwa umvuzo wenu ube ngathi ufakwe engxoweni evuzayo.’

funda isahluko epheleleyo Uhagayi 1

imbono Uhagayi 1:6 kwimeko