Umalaki 1:14 XHO96

14 “Hay' ishwangusha kumntu onobuqhophololo, othi enalo iduna elingenasiphako kumhlambi wakhe, abhambathise ukunikela ngalo, kodwa abuye enze ubuqili anikele ngelinesiphako eNkosini! Kaloku ndiyingangalala yokumkani, negama lam liyoyikeka phakathi kweentlanga.” Utsho uNdikhoyo onamandla onke.

funda isahluko epheleleyo Umalaki 1

imbono Umalaki 1:14 kwimeko