3 Kayohane 1:10 XHO96

10 Ndothi ndakufika apho ndizibhengeze zonke izenzo zakhe: izinto ezimanyumnyezi azithethe ngam, kunye nobuxoki ahamba ebuphalaza ngam. Kanti ke ngaphezu koko uyala ukwamkela amawethu xa afikileyo; ude anqande nâbo bafuna ukuwamkela, afune ukubagxotha ebandleni.

funda isahluko epheleleyo 3 Kayohane 1

imbono 3 Kayohane 1:10 kwimeko