Kwabasefilipi 2:15 XHO96

15 niziphathe nyulu ningenagxeke, njengosapho lukaThixo olungabekwa bala phakathi kwabantu abakhohlakeleyo beli phakade.Khanyani phakathi kwabo njengeenkwenkwezi zikhanya esibhakabhakeni,

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 2

imbono Kwabasefilipi 2:15 kwimeko