Kwabasefilipi 2:17 XHO96

17 Kodwa nokuba kutheni ndingavuya, nokuba igazi lam lingade liphalazwe njengomnikelo ngenxa yokholo lwenu – kholo olo lulidini enilinikela kuThixo. Ndiyavuya, kunjalonje nani vuyani.

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 2

imbono Kwabasefilipi 2:17 kwimeko