Kwabasefilipi 2:25 XHO96

25 Ndiyabona ukuba uwethu uEpafrodito, ongumncedisi nogxa wam, enanimthumele kum, mandimthumele kwakuni.

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 2

imbono Kwabasefilipi 2:25 kwimeko