Kwabasefilipi 3:9 XHO96

9 Kaloku ndimanywe naye, ndingenabulungisa ndizifumanele bona ngokugcina kwam umthetho. Ndimanywe noKrestu nje, ndenziwe ilungisa nguThixo ngenxa yokukholwa kuKrestu.

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 3

imbono Kwabasefilipi 3:9 kwimeko