Kwabasefilipi 4:15 XHO96

15 Yayinini nodwa kakade enandincedayo, bantu baseFilipi, njengoko nani nisazi. Kuwo onke amabandla ethu nini kuphela enanijongene neendleko kunye nengenelo yam kwamhla ndaqalisa ukuhambisa iindaba ezimnandi, ndisuka eMakedoni.

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 4

imbono Kwabasefilipi 4:15 kwimeko