1 Ookumkani 1:11 XHO75

11 Wathetha uNatan kuBhatshebha, unina kaSolomon, wathi, Akuvanga na ukuba uAdoniya, unyana kaHagiti, ungukumkani; ukanti inkosi yethu uDavide ayiyazi loo nto?

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 1

imbono 1 Ookumkani 1:11 kwimeko