1 Ookumkani 1:17 XHO75

17 Wathi yena kuye, Nkosi yam, wena wamfungela uYehova uThixo wakho umkhonzazana wakho, wathi, USolomon unyana wakho uya kuba ngukumkani emveni kwam, kuhlale yena etroneni yam.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 1

imbono 1 Ookumkani 1:17 kwimeko