1 Ookumkani 1:28 XHO75

28 Waphendula ukumkani uDavide, wathi, Bizani uBhatshebha eze kum. Weza ke phambi kokumkani, wema phambi kokumkani.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 1

imbono 1 Ookumkani 1:28 kwimeko