1 Ookumkani 1:3 XHO75

3 Bafuna ke intombi eyinzwakazi emideni yonke yakwaSirayeli, bafumana uAbhishagi waseShunem, bamzisa kukumkani.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 1

imbono 1 Ookumkani 1:3 kwimeko