1 Ookumkani 1:30 XHO75

30 inene, njengoko ndakufungela uYehova uThixo kaSirayeli, ndisithi, USolomon unyana wakho uya kuba ngukumkani emveni kwam, kuhlale yena etroneni yam esikhundleni sam: inene, ndiya kwenjenjalo namhla.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 1

imbono 1 Ookumkani 1:30 kwimeko