1 Ookumkani 1:37 XHO75

37 Njengokuba uYehova wayenenkosi yam ukumkani, ngokunjalo uya kuba noSolomon, ayikhulise itrone yakhe ngaphezu kwetrone yenkosi yam ukumkani uDavide.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 1

imbono 1 Ookumkani 1:37 kwimeko