1 Ookumkani 1:47 XHO75

47 Kananjalo bafikile abakhonzi bokumkani, beza kubonga inkosi yethu, ukumkani uDavide, bathi, UThixo wakho makalilungise igama likaSolomon ngaphezu kwegama lakho, ayikhulise itrone yakhe ngaphezu kwetrone yakho; waqubuda ukumkani esililini.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 1

imbono 1 Ookumkani 1:47 kwimeko