1 Ookumkani 1:52 XHO75

52 Wathi ke uSolomon, Ukuba úthe wangumfo onesidima, akusayi kuwa lunwele lwakhe emhlabeni; ke ukuba kuthe kwafunyanwa ububi kuye, úya kufa.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 1

imbono 1 Ookumkani 1:52 kwimeko