1 Ookumkani 10:26 XHO75

26 USolomon wahlanganisa iinqwelo zokulwa namahashe akhwelwayo, waba newaka elinamakhulu amané eenqwelo zokulwa, namawaka alishumi elinamabini amahashe akhwelwayo; wazibeka ezo zinto emizini yeenqwelo zokulwa, nakukumkani eYerusalem.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 10

imbono 1 Ookumkani 10:26 kwimeko