1 Ookumkani 10:5 XHO75

5 nokudla kwetafile yakhe, nokuhlala kwabakhonzi bakhe, nokuma kwabalungiseleli bakhe, nezambatho zabo, nabangcamli bakhe, nezinyuko zakhe abenyuka ngazo ukuya endlwini kaYehova; akwaba sabakho kuqina kwamxhelo kuye.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 10

imbono 1 Ookumkani 10:5 kwimeko